Loyiso – Madoda Sabelani MP3 Download | eaVibes

Loyiso – Madoda Sabelani

Loyiso Madoda Sabelani
Loyiso – Madoda Sabelani

Loyiso Madoda Sabelani Mp3 Download

Ambitiouz Entertainment singer, Loyiso has released his new single titled “Madoda Sabelani“.

A heart gripping, tear jerking and emotionally crippling single by Loyiso, pleading for the crimes committed against woman and children to come to an end.

With production credit from Loyiso.

Listen and share your thoughts below:

Loyiso – Madoda Sabelani MP3

Loyiso Madoda Sabelani Lyrics

[Chorus]
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Abafazi bayalila (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

[Verse]
Ndiyathandaza Nkosi uphendule imithandazo yethu, izikhalo uyaziva, abafazi bayslila.
Mhh…
Syathandaza Nkosi bedlwengulwa, bebulalwa bekhalela ubomi babo
ngenelela! ngenelela! Ngenelela!

[Chorus]
Hee Madoda Mamelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

Thunununu (thunu)
Thunununu (thunu)
Thunununu (thunu)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi (x2)

Mhh mmmhh (Iyooh)
Mhh mmmhh (Iyooh)
Mhh mmmhh (Iyooh)
Mhh mmmhh (Iyooh)

Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi